Intentar ORO - Gratis
Osulw' inyembezi amaxhoba
City Vision
|May 08, 2025
Ukuzama ukubonisa uthando nobuntu kumaxhoba omlilo wamatyotyombe aseNkanini eLwandle, amalungu ombutho kaSinikithemba aphume ngobuninzi ngethuba eyokunikezela ngempahla ngeCawe umhla wesine kuCanzibe.
Le mpahla ibiquka izinto zokunxiba zabantu abangootata, oomama kunye nabantwana, iingubo kunye neembiza.
Oku kuza emva kokuba isihandiba somlilo sitshabalilise amatyotyombe angama 201, washiya abantu abangama 681 bedinga indawo. (“Donations pouring in for shack fire victims in Lwandle”, City Vision, 24 April).
I-Sinikithemba ngumbutho ozimeleyo noncedisana ikakhulu nabantu abangathathi ntweni, nalapho uye uncedise ngalonto unayo.
Umongameli walo mbutho uThembeka Soldat uchaze isenzo sabo njengendlela yokuzama ukubonisa inkxaso kumaxhoba omlilo wamatyotyombe aseNkanini.
Esta historia es de la edición May 08, 2025 de City Vision.
Suscríbete a Magzter GOLD para acceder a miles de historias premium seleccionadas y a más de 9000 revistas y periódicos.
¿Ya eres suscriptor? Iniciar sesión
MÁS HISTORIAS DE City Vision
City Vision
Millions for library upgrades
The City is investing millions in major upgrades to public libraries across Cape Town.
1 min
June 25, 2026
City Vision
Macassar streetlights under siege
City teams recently conducted a streetlight assessment in Macassar as part of the municipality's work to maintain and improve its extensive network of more than 245 000 streetlights.
1 min
June 25, 2026
City Vision
Investing in libraries, investing in opportunity
Of the many investments we make in the City’s public facilities - sports grounds, swimming pools, parks, community halls and more - one that means a lot to me is the money we spend on our public libraries.
1 mins
June 25, 2026
City Vision
Helderberg community heroes honoured
Local changemakers celebrated for making a difference in the community
1 min
June 25, 2026
City Vision
Meter replacements ticking along nicely
The City's water meter replacement drive started in August 2025.
1 min
June 25, 2026
City Vision
Kuyafuneka ukuba iinkokheli zethu zizibhence
Abemi beli ndibancanile abasoze baguquke. Ighelekile into yokuba xa ngaba kubhiyozelwa isikhumbuzo ibe lithuba lokuba abantu basele bashushe.
1 min
June 18, 2026
City Vision
Creating safe spaces for everyone
Men are generally expected to be strong and resilient, regardless of their challenges.
2 mins
June 18, 2026
City Vision
Amandla to young people
As we emerge from the Youth Day celebrations and continue with Youth Month festivities, I’d like to salute all the young people of our nation, particularly those who are making a positive change in society.
1 mins
June 18, 2026
City Vision
Umbulali makaphathwe njengombulali qwaba
Ubugebenga kwiinginggi esihlala kuzo bonyuke kakhulu, kwaye izinto ezenzekayo ziyothusa ngoku.
1 mins
June 11, 2026
City Vision
Invite robbers to church
Shocking! This was my one-word reaction to a viral clip of a church robbery in Samora Machel.
3 mins
June 11, 2026
Listen
Translate
Change font size
