Try GOLD - Free

Baphefuml' elubala

City Vision

|

August 28, 2025

Bafumene ithuba lokuphalaza imbilini yabo, ze baphinda bachebane iinduma abazali babantwana abathandana besisini esinye ngethuba kubanjwe indibano yasesidlangalaleni kwiholo laseMakhaza, iWhite House, ngoMgqibelo umhla wama 23 kweyeThupha.

- UNATHI OBOSE

Le ntlanganiso, nebiquka abazali abasuka Khayelitsha, eMfuleni, kunye nase Strand, ibiququzelelwe ngumbutho ozimeleyo non-genzi nzuzo iFree Gender ukushukuxa uthotho lwezinto ezibandakanya abazali abakhulisa abantwana abakwesi simo.

MORE STORIES FROM City Vision

Listen

Translate

Share

-
+

Change font size