Mit Magzter GOLD unbegrenztes Potenzial nutzen

Mit Magzter GOLD unbegrenztes Potenzial nutzen

Erhalten Sie unbegrenzten Zugriff auf über 9.000 Zeitschriften, Zeitungen und Premium-Artikel für nur

$149.99
 
$74.99/Jahr

Versuchen GOLD - Frei

Newspaper

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Abafundi baseZwelenqaba bacetyiswe ukuba badlalele kude neziyobisi

ABAFUNDI besikolo samabanga aphakamileyo saseZwelenqaba eXhorha balumkisiwe malunga nokusetyenziswa gwenxa kweziyobisi futhi bacetyiswa ukuba benze izigqibo ezifanelekileyo ngexesha lokukhula kwabo.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Ziyabethana izimvo zabahlali emva kokugwetywa kwabatshisa izaphulimthetho eXesi

INKUNDLA ePhakamileyo yamaTyala eBhisho ibafumene benetyala ze yabagweba izihlandlo ezine zobomi abo bebejongene netyala lokutshisa babulale abantu abane kwilali yakuNdidwa, eDebe Nek phantsi kwaseXesi.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UMabuyane noGade bavule isikolo esivuselelwe ngeR52 million yonke eNgcobo

KWIPHULO lokuqinisa imfundo kwiphondo leMpuma Koloni, kuvulwe amagumbi esikolo amatsha axabise izigidi zeerandi kwilali yaseNgcobo.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

IZIMVO: Amalungelo olwimi eMzantsi Afrika

ULWIMI asiyonto nje yokunxibelelana, yinxalenye ebalulekileyo yobuni bethu, isidima sethu, inkcubeko yethu kunye nendlela esiziva siyinxalenye yoluntu ngayo

3 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

USadio Mane ubeth' iintaka ezimbini ngelitye elinye kwiAFCON ayisindise ehlazweni

UKAPTENI weSenegal, uKalidou Koulibaly, wamkele indebe yeAfrica Cup of Nations ayinikwe nguMongameli weCAF, uPatrice Motsepe, njengophawu loloyiso emva kokuphumelela umdlalo ubunezaqhwithe.

1 min  |

January 22, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Kukhangelwa odubule wabulala ixhewukazi eMqanduli

AMAPOLISA aseMqanduli abongoza intsebenziswano kuye nabani na onokuba nolwazi malunga nokudutylwa kwexhewukazi (71) lelokishi yaseMakhenkesi eMqanduli.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Kubhubhe abantu abathathu, konzakala abahlanu kwingozi eyenzeke eXesi

NGABANTU abathathu ababhubhe kwangoko kwingozi eyenzeke kwindlela uR63 ngaseDebe Nek ekuphumeni kwaseQonce, ze abahlanu bafumana umonzakalo nababalekiselwe esibhedlele.

1 min  |

January 22, 2026

Isolezwe lesiXhosa

UMbane uthi iWAFCON liqonga lokugqamisa abadlali abatsha

KWISITHUBA seenyanga ezimbini, amazwe eAfrika aza kubuthelana kwakhona eMorocco - apho aza kukhuphisana khona kwi2026 Women's Africa Cup of Nations.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Ayimkhathazi uMiguel Cardoso incoko engokugxothwa kwakhe yiSundowns

UMQEQESHI weMamelodi Sundowns, uMiguel Cardoso, ude waziphendula iingxelo ezithi angahamba ingaphelanga isizini

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Amapolisa adubule abulala osebenzisa ubudlelwane ukutsala amanina kumakhasi onxibelelwano

INDODA eyakha ubudlelwane kumakhasi onxibelelwano negqiyazana yaza yalidlwengula xa bedibana idutyulwe yabulawa kutshanje ngamapolisa aseMbutho kuTsolo.

1 min  |

January 22, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Abafundi abathandathu baseMilnerton High School basenokugxothwa esikolweni

ABAFUNDI abathandathu kwabasibhozo baseMilnerton High School abatyholwa ngamatyala ahlukeneyo okuhlasela ngenjongo yokwenzakalisa banokugxothwa esikolweni kungekudala.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UMotsepe uzikhabile izityholo ezithi iCAF itsalwa ngempumlo yiFIFA

UMONGAMELI WeCAF, uPatrice Motsepe, uzichaze njengobuvuvu izityholo ezithi umbutho olawula ibhola eAfrika ubanjwe ngempumlo yiFIFA.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Usapho lukatat' uMhaga oneenyanga elahlekile lukholelwa ukuba akuyompazamo

USAPHO lukaMandisi Mhaga (69), nosele iyinyanga yesibini le engaziwa nokuba wayokutshona phi, luthi ukukhangelwa kwakhe liqela leenkonzo zohlangulo lungabeka ubomi bakhe engozoni ngoba lukholelwa ukuba uhleli nezinyanya zakhe apho akhoyo nanjengoko engumntu onobizo lobugqirha.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Ubanjiwe unoteksi obeqhubela abantwana ababhubhe kwingozi yemoto

MAPOLISA aseGauteng abambe umqhubi, 22, obethutha abantwana besikolo ababandakanyeke kwingozi esube imiphefumlo yabafundi abalishumi elinesibini (12) eVanderbijlpark ngoMvulo

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Imincili kootitshala nakubazali bomfundi wakuNgolo Primary School

UMZIWOXOLO Jam-Jam welali yakuNgolo, eMthatha, ongutata wentwazana egama lingu-Isivile (12) obenenyweba yoyokufunda kwisikolo setshantliziyo laseMelika, iOprah Winfrey Leadership Academy for Girls (OWLGA), eseGoli, uthi ngenene umntana wakhe ulandele igama abampha lona nanjengoko ibavile nkosi.

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UCedric Kaze ubatyityimbisele umnwe abagxeka abaqeqeshi beChiefs!

UMQEQESHI weKaizer Chiefs, uCedric Kaze, ubatyityimbisele umnwe abahlalutyi nabaqeqeshi abachaze njengabantu abaswele imbeko.

1 min  |

January 22, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Ushiyeke ebala iimpazamo umqeqeshi weOrbit College ebethwe yiSundowns

NANGONA iMamelodi Sundowns ikwazile ukuphumelela, uPagiso Makhoye ubange ngelithi iqela lakhe likwazile ukuyiphazamisa

1 min  |

January 22, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Abatshelwe ngamatyotyombe bazithuma ehlathini ngenxa yokungabi nazindlu zangasese

UQENGQELEKA iintsuku abahlali bamatyotyombe aseEast Bank Squatter Camp, nawaziwa ngokuba kuseC2, belala phandle nabantwana babo bengasayi nasesikolweni.

1 min  |

January 22, 2026

Isolezwe lesiXhosa

ISebe lezoPhuhliso loLuntu lixhalabile ngokungakhathalelwa kwabantwana ngexesha leziyunguma

ISEBE lezoPhuhliso loLuntu laseMpuma Koloni lixhalabile ngenani lamatyala okungahoywa nokuxhatshazwa kwabantwana axeliweyo kweli phondo.

1 min  |

January 15, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Uzinikele emapoliseni oyanyaniswa nokubulawa kwentwazana

AMAPOLISA aqinisekise ukubanjwa kwendoda (21) nezinikele emapoliseni kwisikhululo samapolisa saseJoza eMakhanda.

1 min  |

January 15, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

IZIMVO: Ubundlobongela obusekelwe kwisini njengentlekele yesizwe

MAZINGA obundlobongela obusekelwe kwisini nokubulawa kwabasetyhini (GBVF) kudala echazwa njengengxaki yesizwe

3 min  |

January 15, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Kutheni uBrayan León ekhethe ukudlalela iMamelodi Sundowns

UMDLALI omtsha, uBrayan León, ubalule izizathu ezibangele acande ulwandle azokudlalela iMamelodi Sundowns kwilizwe loMzantsi Afrika.

1 min  |

January 15, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

URamaphosa uthi iANC iza kulwela ukuphumelela kulonyulo loomasipala

UMONGAMELI weAfrican National Congress (ANC), uCyril Ramaphosa, uyalele amalungu wombutho ngelithi makaqalise ukugaya ivoti njengokuba kusiyiwa kulonyulo loomasipala kulo nyaka.

1 min  |

January 15, 2026

Isolezwe lesiXhosa

IZIPHUMO ZEMATRIKI: Iphondo ngalinye lifumene ngaphezulu kwe80%

IPHONDO ngalinye lifumene ngaphezulu kwe80% kwiziphumo zematriki zonyaka ka2025, futhi nezinga lokupasa likazwelonke limi ku88% nelilelona nani liphezulu kwimbali.

1 min  |

January 15, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Ekugqibeleni, uMaseko ukhululekile kwiMamelodi Sundowns ebimpanile

UKHULULEKILE uThapelo Maseko emva kwethuba elide ekhangela indlela yokushiya iMamelodi Sundowns

1 min  |

January 15, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Obefunwa shushu yiChiefs neSundowns uthathwe liqela laseMelika

OMNYE wabadlali abanekamva eliqaqambileyo ebholeni ekhatywayo, uPuso Dithejane, wothuse abantu abaninzi eMzantsi Afrika ngethuba esaziswa njengomdlali weChicago Fire yaseMelika (USA)

1 min  |

January 15, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Amakhasi onxibelelwano anefuthe elibi kwindlela ekubhalwa ngayo isiXhosa, kutsho uGade

UMPHATHISWA weMfundo eMpuma Koloni, uFundile Gade, uyigxeka kabukhali naye eyokwehla kwezinga lokupaswa kwezifundo zeelwimi lesiXhosa kwakunye nesiNgesi

1 min  |

January 15, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Umlawuli weChippa ohambileyo uqinisekile ngokusinda kwayo ezembeni

U SINESIPHO Mali uzichithile iintente eGqeberha emva kokushiya kwakhe iChippa United.

1 min  |

January 15, 2026
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Abantwana (33) nabantu abadala ababini babanjwe emdeni woMzantsi Afrika

ABEBORDER Management Authority (BMA) babambe iteksi eyayithwele abantwana abangamashumi amathathu anesithathu (33) abangenazo iimpepha abaneminyaka ephakathi kwemine neshumi elinesihlanu ubudala namadoda amabini aseZimbabwe awayesuka eMzantsi Afrika esiya eZimbabwe.

1 min  |

January 15, 2026

Isolezwe lesiXhosa

UMabuyane uzamkele iziphumo zematriki zaseMpuma Koloni zonyaka ka2025

INKULUMBUSO uOscar Mabuyane uzamkele iziphumo zematriki zika2025, ezibonisa ukwehla okuncinci kwezinga lokupasa lephondo xa kuthelekiswa nezonyaka ophelileyo.

1 min  |

January 15, 2026