Facebook Pixel Ukunyuselwa kukaNgcukaitobi kwiNkundla yoMgaqosiseko kuqhwatyelwe izandla | Isolezwe lesiXhosa - newspaper - Lees dit verhaal op Magzter.com

Poging GOUD - Vrij

Ukunyuselwa kukaNgcukaitobi kwiNkundla yoMgaqosiseko kuqhwatyelwe izandla

Isolezwe lesiXhosa

|

May 07, 2026

KWAMKELWE ngemfudumalo ukuchongwa kukamakhwekhwetha wegqwetha elinguTembeka Ngcukaitobi njengeJaji ebambeleyo kwiNkundla yoMgaqosiseko okubhengezwe nguMongameli Cyril Ramaphosa ngempelaveki edlulileyo

- PEDRO MAPELO

UNgcukaitobi ligqwetha eliqaqambisileyo kwiinkundla zaseMzantsi Afrika emva kokubandakanyeka ematyaleni antsokothileyo aliqela kwiminyaka edlulileyo.

Ukunyuselwa kwakhe akubothusanga abantu ngoba kwiminyaka emibini edlulileyo, uNgcukaitobi ebeyinxalenye yamagqwetha awamela uMzantsi Afrika owamangalela uSirayeli ngokubulala abantu basePalestine ngenjongo kwiNkundla Yehlabathi (International Court).

MEER VERHALEN VAN Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UPitso Dladla uthi ukuphumelela iNedbank Cup kongeza uxanduva kwiDurban City

UMQEQESHI weDurban City, uPitso Dladla, uwuqhwabele izandla umsebenzi omhle owenziwe liqela lakhe ngempelaveki edlulileyo

time to read

1 min

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Indoda ebihlukumeza intokazi yayo ekhubazekileyo igwetywe ubomi

IZA kuchitha ubomi bayo ejele indoda yelali yakuGompo City egama linguViwe Toko (40) emva kokuba ifunyenwe yinkundla yakuGompo City inamatyala aliqela, elokudlwengula, ukuxhaphaza ngesondo, ukuxhwila kwanokonzakalisa intokazi ebethandana nayo (35) nephila nenkubazeko

time to read

1 min

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Isebe lezemfundo liphanda isishiqi esikolweni saseMthatha

EKUQALENI kwale veki, abantwana besinala saseMthatha ekuthiwa yiNozuko S

time to read

1 min

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

URamaphosa ugxekwe yiEFF ngokuncoma uLobishe

UMongameli Ramaphosa ugxekwe yiEFF ngokuncoma uSodolophu waseNelson Mandela Bay uBabalwa Lobishe, nethi umasipala uyasokola phantsi kolawulo Iwakhe

time to read

1 mins

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Ukunyuka kwamaxabiso amafutha eenqwelo kungenyusa amaxabiso okutya

ABAHLALUTYI bezoqoqosho bathi ukunyuka kwamaxabiso amafutha eenqwelo okuxeliweyo kuza kunyusa amaxabiso okutya nawokukhwela iimoto zikawonkewonke

time to read

1 min

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UNhlanhla Tyirha uvan'amandla noKunene emlweni osekuthambekeni kukaCanzibe

ENYE yeembethimanqindi ezaziwayo kwiphondo leMpuma Koloni, uNhlanhla Tyirha, ilungiselela ukubuyela eqongeni lamanqindi kwakhona emva kokunqaba ixesha elide

time to read

1 min

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Libonwe njengeqhawekazi ixhegwazana (80) elilwe nesidlwengu

UMKOMISHINALA wamaPolisa eMpuma Koloni, uLieutenant General Vuyisile Ncata, usamkele ngezandla ezishushu isigwebo sobomi esinikwe indoda yelizwe laseLesotho, uZamikhaya Jonase (30), emva kokufunyanwa enetyala lokudlwengula amaxhewukazi amabini - elineminyaka engamashumi asibhozo (80) kwakunye nelineminyaka engamashumi alithoba ananye (91) ngokokuzalwa

time to read

1 min

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Inkampani yaseChina ilungiselela ukuvelisa iimoto zayo eMzantsi Afrika

IINDABA ezincumisayo zithi inkampani yaseChina ekhulayo kwihlabathi ilungiselela ukuvelisa iimoto zayo ezimbini eMzantsi Afrika.

time to read

1 min

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

IBuffalo City ikhuphe isaziso ngokuvalwa kwamanzi kwiindawo ezininzi

UMASIPALA ombaxa, iBuffalo City Metro, ukhuphe isaziso esithi inkonzo yokuhamba kwamazi iza kuphazamiseka ngempelaveki kwiindawo ezithile

time to read

1 min

May 07, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

INigeria iza kugodusa abemi bayo abangaphezu kwekhulu abaseMzantsi Afrika

INIGERIA iceba ukuthatha abemi bayo abahlala eMzantsi Afrika ngenxa yoloyiko lokuba uhlaselo olujoliswe kubaphambukeli abavela kumazwe aseAfrika luya ngokuxhaphaka

time to read

1 min

May 07, 2026

Listen

Translate

Share

-
+

Change font size