Poging GOUD - Vrij
Masicingeleni ikamva labantwana bazali...
City Vision
|January 15, 2026
Iinkosi mazithambe ngoba izicaka zivumile
Mandithathe elithuba ndizibulisele kubo bonke abafundi be City Vision kulo nyaka umtshaNdinethemba lokuba nonke benizonwabele iiholide zehlobo. Akukho nto inganko ndizanayo okanye ndizakuyithetha, koko ndifuna ukuphawula nje malunga nendithe ndakuqaphela kwezisusa sisuka kuzo ingakumbi ihlobo eqhutywa ngalo imigidi.
Enyanisweni indlela esenza ngayo imigidi kwezintsuku itshintshile, kwaye ayitshintshanga nje, inendleko ezininzi.
Mandulo umgidi wawuvamise ukwenziwa ngenjongo yokuvuyisana okanye ukwamkela unyana kuba ebuya entabeni. Yayingeyonto ingako. Kodwa ngoku ingathi abazali bayithathele kubo ingakumbi aba abangomama. Ndinayo into ethi singootata sinegalelo okanye singunobangela wokuba izinto ezithile zenzeke ngendlela ethile.
Dit verhaal komt uit de January 15, 2026-editie van City Vision.
Abonneer u op Magzter GOLD voor toegang tot duizenden zorgvuldig samengestelde premiumverhalen en meer dan 9000 tijdschriften en kranten.
Bent u al abonnee? Aanmelden
MEER VERHALEN VAN City Vision
City Vision
Cape Town drives free Entrepreneur Academy push
James Vos, Mayco member for Economic Growth, is effecting a major push to increase entrepreneurial participation in the Cape Town economy, having launched The Cape Town Entrepreneurship Academy in November 2022.
1 min
March 12, 2026
City Vision
Ingathi zonk' iimfundiso zabadala ziwela phantsi
Ukunqaba kwemisebenzi kwenze abantu bazizilwanyana apha phandle bayeka nokucinga ngengqondo, suka bacinga ngezisu
1 min
March 12, 2026
City Vision
Do not be fooled by ‘fixes’
Thumela uluvo lwakho.
2 mins
March 12, 2026
City Vision
Clients stranded as CATA marches
Commuters were left stranded on Monday 09 March after members of the Cape Amalgamated Taxi Association (CATA) downed tools and marched to the Nyanga Police Station to hand over a memorandum of their grievances.
2 mins
March 12, 2026
City Vision
UWC to host seminar on gangsterism
The University of the Western Cape (UWC) will bring together community leaders, government officials and academics to tackle the province’s escalating gang violence problem.
1 min
March 05, 2026
City Vision
Ikhwelo lityala mawethu
Ngxe mzontsundu, ndiyazithoba, ndikwaxolisa ngenyathelo lam, kodwa inyaniso iyakhulula
2 mins
March 05, 2026
City Vision
We must rebuild safer communities for children
I look at young people today and I cannot help but feel slightly sorry for them.
2 mins
March 05, 2026
City Vision
City Health encourages safer sex practices
City Health encouraged safer sex practices, condom use, and regular testing for sexually transmitted infections when they put sexual health in focus during STI and Condom Awareness Month in February.
1 min
March 05, 2026
City Vision
Junior commissioner programme launched
In an effort to fight crime members of the Lingelethu-West Police Station in Khayelitsha, working with the local high schools, hosted a junior commissioner programme.
1 mins
March 05, 2026
City Vision
Philippi East man killed after arson attack
Philippi East police registered a case of murder and arson following an incident on the corner of Sheffield Road and Somi Crescent, Lower Crossroads, where an unknown man was gunned down after setting a Somali-owned shop alight on Friday 20 February.
1 min
February 26, 2026
Listen
Translate
Change font size
