Prøve GULL - Gratis
Yanga imali ingaya apho kumele iye khona
City Vision
|June 19, 2025
A journo’s voice
Imbi into eyenzeke eMthatha kweziveki zimbalwa zidlulileyo. Yintlekele engasoze ilibaleke, nalapho kubhubhe abantu abangaphaya kwama 90, kuquka nabantwana, kwaye kulindeleke ukuba lamanani onyuke ngoba zisekhona iintsapho ezisakhangela abantu bazo.
Ngokweengxelo kumakhasi ezonxibelelwano, kukrokreleka ukuba la manzi asuka edamini laseMthatha elikude kufuphi nezalali zichaphazelekileyo. Kusolwa ukuba lamanzi avulelwe kwicala ebekungafanelekenga ukuba aphuma kulo.
Ukuba ezingxelo zidizwa ngoonondaba ziyinyani, ithi lonto lo mntu uchaphazelekayo makajongane nengalo yomthetho ngoba ungumbulali.
Denne historien er fra June 19, 2025-utgaven av City Vision.
Abonner på Magzter GOLD for å få tilgang til tusenvis av kuraterte premiumhistorier og over 9000 magasiner og aviser.
Allerede abonnent? Logg på
FLERE HISTORIER FRA City Vision
City Vision
Millions for library upgrades
The City is investing millions in major upgrades to public libraries across Cape Town.
1 min
June 25, 2026
City Vision
Macassar streetlights under siege
City teams recently conducted a streetlight assessment in Macassar as part of the municipality's work to maintain and improve its extensive network of more than 245 000 streetlights.
1 min
June 25, 2026
City Vision
Investing in libraries, investing in opportunity
Of the many investments we make in the City’s public facilities - sports grounds, swimming pools, parks, community halls and more - one that means a lot to me is the money we spend on our public libraries.
1 mins
June 25, 2026
City Vision
Helderberg community heroes honoured
Local changemakers celebrated for making a difference in the community
1 min
June 25, 2026
City Vision
Meter replacements ticking along nicely
The City's water meter replacement drive started in August 2025.
1 min
June 25, 2026
City Vision
Kuyafuneka ukuba iinkokheli zethu zizibhence
Abemi beli ndibancanile abasoze baguquke. Ighelekile into yokuba xa ngaba kubhiyozelwa isikhumbuzo ibe lithuba lokuba abantu basele bashushe.
1 min
June 18, 2026
City Vision
Creating safe spaces for everyone
Men are generally expected to be strong and resilient, regardless of their challenges.
2 mins
June 18, 2026
City Vision
Amandla to young people
As we emerge from the Youth Day celebrations and continue with Youth Month festivities, I’d like to salute all the young people of our nation, particularly those who are making a positive change in society.
1 mins
June 18, 2026
City Vision
Umbulali makaphathwe njengombulali qwaba
Ubugebenga kwiinginggi esihlala kuzo bonyuke kakhulu, kwaye izinto ezenzekayo ziyothusa ngoku.
1 mins
June 11, 2026
City Vision
Invite robbers to church
Shocking! This was my one-word reaction to a viral clip of a church robbery in Samora Machel.
3 mins
June 11, 2026
Listen
Translate
Change font size
