Facebook Pixel OwaseMdantsane nowabulawelwa utata ngo1982 eLesotho akakaxoli | Isolezwe lesiXhosa - newspaper - Magzter.comでこの記事を読む

試す - 無料

OwaseMdantsane nowabulawelwa utata ngo1982 eLesotho akakaxoli

Isolezwe lesiXhosa

|

December 11, 2025

LE Rona Re Batho Memorial Trust ikhumbule isiganeko esibuhlungu sokubulawa kwabantu ngokungenalusini eMaseru kwilizwe laseLesotho esenzeka ngomhla wesithoba kwinyanga esikuyo yoMnga ngo1982.

- ABONGILE GINYA

Abantu abathi babulawa babengamashumi amane anesibini (42), inxalenye yabo babulawayo yayingamalungu ombutho weAfrican National Congress (ANC) kwakunye namalungu eMK, abaseMzantsi Africa babengamashumi amathathu (30), ishumi elinesibini (12) laliphuma eLesotho.

Ophuma kwiThe Le Rona Batho Memorial Trust, uNomzamo Nkatshu waseMdantsane, eMonti, nowabulawelwa utata wakhe obeyinxalenye yabantu (42) abebeye eMaseru uthi, abakaxoli bengamaxhoba kuba abakatshutshiswa abo babulala abantu babo ngokungenalusini kwaye akukabikho nto yenzekayo nangakwizithembiso ezazenziwe ngurhulumente.

Isolezwe lesiXhosa からのその他のストーリー

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Kukhunjulwe uKumkani Hintsa eGcuwa

UKUMKANI wamaXhosa, uKumkani uHintsa kaKhawuta, uhlonitshwe kumsitho obubanjelwe eGcuwa wokukhumbula iminyaka elikhulu elinamashumi alithoba ananye (191) ukusukela oko waswelekayo

time to read

1 min

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

USibam uqinisekise ukusebenza kweVAR emidlalweni yeBetway Premiership

INKOKELI ekwicala lezimali kwiSouth African Football Association (SAFA), uMxolisi Sibam, uqinisekisile ukuba iVideo Assistant Referee (VAR) iza kusetyenziswa kwisizini ezayo emidlalweni yeBetway Premiership.

time to read

1 min

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Amasandawana aya emdlalweni weCAF Champions eqhwalela

K ULINDELEKE ukuba iMamelodi Sundowns idlale umdlalo obaluleke kakhulu kule veki.

time to read

1 min

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Amakhosi abuyele kwiCAF Confederation afuna ukuvala isizini ngesitayile

EMVA kokuba iKaizer Chiefs iqinisekise indawo yayo kwiCAF Confederation Cup, ngoku ifuna ukuvala isizini ngendlela encumisayo

time to read

1 min

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Zivuliwe kwakhona iindawo zokungcwaba eNelson Mandela Bay emva kokuphazanyiswa zizikhukula

UMASIPALA oMbaxa iNelson Mandela Bay ubhengeze ukuvulwa kwakhona kwawo onke amangcwaba kamasipala awayevalwe okwethutyana ngenxa yemozulu embi

time to read

1 min

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UCardoso uveza okusokolise iSundowns emva komdlalo wokugqibela

IZIKHOTHA amanxeba iMamelodi Sundowns emva kokuphulukana nomdlalo ngomzuzu wokugqibela.

time to read

1 min

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UCogta umqhwabela izandla uNkosi Ndamase emva kokuthwala isidanga kwezomthetho

NJENGOKUBA amawakawaka abafundi besonge inkqubo yabo yokufunda ngokuthwala izidanga kwiinkalo ngeenkalo kwiveki edlulileyo, phakathi kwabo bekukho uNkosi Ntandoyesizwe Ndamase othwele esakhe isidanga

time to read

1 min

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Ngabantu abayi8,1-million abangasebenziyo eMzantsi Afrika

NGABANTU abangaphezu kwezigidi ezisibhozo (8,1 million) abangasebenziyo eMzantsi Afrika ngokweenkcukachamanani ezipapashwe yiStatistics South Africa (Stats SA)

time to read

1 min

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

AmaNesi ayavuma ukuba akhona anobuntu, akhona nalawo arhabaxa kwizigulane

BANTU abaninzi xa besiya esibhedlele okanye ekliniki babanalo uvalo kuba benexhala lempatho ekhwinisayo yamaNesi, nto leyo ebenza babe madolwanzima ukuya kufumana uncedo

time to read

1 mins

May 14, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Williams: 'Yohlukanani nobukhwenkwe madoda aseMdantsane'

UMPHATHISWA weSebe lakwaCogta ephondweni leMpuma Koloni, uZolile Williams, usigxeke kabukhali isenzo asichaze njengobukhwenkwe esenziwe ngamadoda aseMdantsane

time to read

1 min

May 14, 2026

Listen

Translate

Share

-
+

Change font size