कोशिश गोल्ड - मुक्त

Masiphume elubala ukuba ngaba sixakiwe

City Vision

|

May 08, 2025

Liphinde lafika eloxesha besililindele. Ixesha elinzima nelokusa amakhwenkwe entabeni.

- - Unathi Obose -

Eli xesha ke alinzimanga kwinkwenkwe yodwa nditsho nabazali bayangqunga babambe amazinyo ngamasikizi.

Ingakumbi kwixesha esiphila kulo apho uye ulindele nantoni na xa ngaba ikwenkwe isiya entabeni.

Nangona bekufanele ukuba lixesha lemivuyo nemigcobo kumanye amakhaya amazinyo aye ajike abezinyanda ngenxa yokuba umntwana engabuyanga entabeni.

Sele ivamise ukugheleka into yokubhubha kwabakhwetha entabeni, ingakumbi eMphuma Koloni.

City Vision से और कहानियाँ

Listen

Translate

Share

-
+

Change font size