Facebook Pixel {العنوان: سلسلة} | {اسم المغناطيس: سلسلة} - {الفئة: سلسلة} - اقرأ هذه القصة على Magzter.com

يحاول ذهب - حر

UNothanga: 'Ukufota kwiPSL ayingomsebenzi wamadoda kuphela'

August 28, 2025

|

Isolezwe lesiXhosa

UNYAKA ophelileyo, u Yanga Nothanga wathatha isigqibo sokuba ngumfoti wemidlalo engenaso nesinye isixhobo. Eyona nto awayethembele ngayo sisibindi sokwenza le nto ayenzayo ngoku. Lo mfoti waseNgqeleni ngokuzalwa wayengumlandeli webhola ekhatywayo owayehamba kakhulu phambi kokuba ngumfoti kwiPremier Soccer League.

- PEDRO MAPELO

UNothanga: 'Ukufota kwiPSL ayingomsebenzi wamadoda kuphela'

Wancedwa yimidlalo yeChippa United kunyaka ophelileyo eMonti. Ekuqaleni kwesizini ephelileyo (2024/25) wanikwa ilungelo lokufota yiPSL emva kokuba imifanekiso yakhe yavela kumaphephandaba aquka I'solezwe lesiXhosa neDaily Dispatch.

Emva kokufinca unyaka efota emidlalweni yebhola ekhatywayo neyomnyazi nombhoxo, uNothanga uthi akazisoli nakancinci ngokuqala ikhondo elitsha ebomini bakhe. "Ukuba ngumfoti yinto enkulu ebomini bam. Lithuba elinqabileyo eli ndilifumeneyo mna," utshilo u Yanga ecacisa indlela ayihambileyo ukusukela kunyaka ophelileyo.

المزيد من القصص من Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UMabuyane ubethiwe nguMalema kwisityholo seeMastazi ezisematheni

UMnu. Lubabalo Oscar Mabuyane uphume enkundleni emgqubagqubane emva kokubethwa nguJulius Malema enkundleni yaseGompo City.

time to read

1 min

June 25, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Amakhosi akhethe ukunyusela uDillon Sheppard kwakhona

INDABA eziphuma eNaturena zithi Amakhosi akhethe ukunyusela uDillon Sheppard kwakhona phambi kokuqala kwesizini entsha.

time to read

1 min

June 25, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

'Zilele emqokozweni iinkokeli zaseMpuma Koloni'

BAHLALI bakuGompo City bathi ababoni ntshukumo kwaye bengeva lizwi eliphuma kwiinkokeli malunga nokuhamba kwabantu bamazwe angaphandle abanamashishini kuGompo City neziphaluka.

time to read

1 min

June 25, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Isikhumbuzo saseNyobeni lithuba lokucinga ngempembelelo yotywala

NJENGOKO usuku lwangoLwesihlanu kule veki luphawula iminyaka emine yesiganeko saseNyobeni, iSouthern African Alcohol Policy Alliance South Africa (SAAPA SA) ithi olu suku lunika abantu ithuba lokucingisisa ngobungozi botywala.

time to read

1 min

June 25, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Iintshukumo zabading' imisebenzi ziza kugadwa ngeR600m karhulumente

ZAHLUKENE phakathi izimvo zabantu emva kokuba urhulumente ebhengeze ukuba uza kuchitha imali engamakhulu amathandathu ezigidi zeerandi (R600-million) kukhuseleko ngomhla wamashumi amathathu kule nyanga yeSilimela ekulindeleke ukuba kubanjwe ngawo iintshukumo ezichasene nabantu abaseMzantsi Afrika ngokungekho mthethweni.

time to read

1 min

June 25, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Uza kukhunjulwa njani uHugo Broos emva kweFIFA World Cup?

K ULINDELEKE ukuba abeke phantsi uHugo Broos njengomqeqeshi waBafana Bafana emva kwetumente yehlabathi yalo nyaka.

time to read

1 mins

June 25, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

UStali owenz' izipeksi ezineAI usingis' eChina ngenkxaso yeBuffalo City

EMVA kokuba ngundabamlonyeni kwiiveki ezidlulileyo ngenxa yokuswela imali yokubonisa umsebenzi wakhe eChina, uncumile ngoku uElihle Amahle Stali emva kokungenelela kweBuffalo City Metro.

time to read

1 mins

June 18, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Kunyanzelekile banyuse iikawusi emidlalweni elandelayo aBafana Bafana

NGABA likhona ithuba lokudlulela phambili? Lo ngumbuzo abazibuza wona abalandeli bebhola ekhatywayo emva kokukhubeka kwaBafana Bafana emdlalweni wokuqala kwitumente yehlabathi.

time to read

1 min

June 18, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

Uzingomba isifuba uVozinha emva kokunceda iCape Verde eyenze imbali

UCHIPHIZE iinyembezi zovuyo uJosimar José Évora Dias owaziwa ngegama elithi Vozinha emva kokuba encede iCape Verde emdlalweni wokuqala kaGroup H.

time to read

1 min

June 18, 2026

Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa

‘Ndiyaboyikisela ubomi bam’

INKOSIKAZI yaseZibeleni kuKomani ebilixhoba lokubethwa de ayakwazi nokuzenzela nto ivalelwe endlini iintsuku, ithi iyavuya ebanjiwe umrhanelwa nangona nje isaziva ingakhuselekanga.

time to read

1 min

June 18, 2026

Listen

Translate

Share

-
+

Change font size