Essayer OR - Gratuit
Kujongenwe ngezikhondo zamehlo eMfuleni ngenxa yengxaki yombane
Vukani
|March 26, 2026
Lisuka kwiphepha lokuqala
-
“Siyaziva iingxaki zabo kuba bahlala apho bengenambane ukusukela ngo2021. Kodwa nathi sikwindawo enzima apho singakwazi ukuvumela abantu basishiye ebumnyameni. Kukho amaxesha apho kufuneka sipheke konke okusefrijini kuba kungekho mbane. Sibacelile ukuba bayeke oko kodwa bayala,” utshilo uNksz. Msipha.
Uthe kule mpelaveki iphelileyo babize intlanganiso phakathi kwala macala mabini kodwa abahlali baseBetter Life abazange beze; kufike kuphela usihlalo. Uthe abahlali basePhase Four bazamile ukunxibelelana nawo onke amaqela afanelekileyo kuquka neCity of Cape Town. Uthe ngelishwa le ndawo iphantsi kukaEskom malunga nofakelo mbane.
“Isixeko sicacisile ukuba nguEskom ekufuneka azise umbane kule ndawo. Sekuyiminyaka emihlanu ngoku aba bantu behlala ngaphandle kombane. Siyaphikisana kuba besingenambane iintsuku ezininzi zenyanga kaFebruwari,” utshilo uNksz. Msipha onomsindo.
Uthe kuseza kubakho ubunzima obukhulu ngexesha lasebusika. Uthe abantu baya kunyanzeliswa ukuthenga izifudumezi zeparafini kunye nezinye izixhobo ezingasebenzisi mbane. “Imeko imbi ngoku.
Cette histoire est tirée de l'édition March 26, 2026 de Vukani.
Abonnez-vous à Magzter GOLD pour accéder à des milliers d'histoires premium sélectionnées et à plus de 9 000 magazines et journaux.
Déjà abonné ? Se connecter
PLUS D'HISTOIRES DE Vukani
Vukani
Joe Slovo launches robotics laboratory
For teachers and pupils at Joe Slovo Engineering High School, Friday, May 8, will remain an unforgettable day after a major retail company brought hope to the Khayelitsha school by launching a robotics laboratory.
2 mins
May 21, 2026
Vukani
Children’s silent struggles in schools
There is a growing crisis within our schools, and it is one that can no longer be ignored.
2 mins
May 21, 2026
Vukani
'But I suppose it can damage the body just like genuine alcohol does'
‐We condemn this in the strongest possible terms. We always believed Ilitha Park was a progressive area, but now this incident has occurred.
1 min
May 21, 2026
Vukani
Kuhewulwe ulwaphulomthetho eCrossroads
Bathi kugquba ithole likasathana kwisitalato iStulo eCrossroads nalapho kufa uninzi loluntu ngokungathi lugalelelwa ityhefu ekutyeni, babe begetyengwa.
2 mins
May 21, 2026
Vukani
Church donation helps Ncotsheni Primary
The United Methodist Church of Southern Africa’s Christian Citizenship Department (CCD) has donated school shoes, socks, and sanitary towels to more than 30 pupils in need at Ncotsheni Primary School.
2 mins
May 14, 2026
Vukani
A community hub for empowerment and growth
Etafeni Day Care Centre in Nyanga continues to play a vital role in supporting residents, with an open day held on Wednesday, April 29, highlighting the centre’s wide range of community programmes.
2 mins
May 14, 2026
Vukani
'This is not a conducive place to live in'
Mr Fikizolo added that promises of food aid had been made, although he was uncertain when the assistance would arrive.
1 mins
May 14, 2026
Vukani
Crime hampers TB outreach efforts
Health workers at Etafeni Day Care Centre say they are battling tuberculosis (TB) and growing safety concerns as they work in communities across Nyanga.
1 mins
May 14, 2026
Vukani
Constable renovates family's home
A Philippi East police constable has warmed the hearts of her community with a touching gesture after renovating and furnishing a home for a struggling family.
2 mins
May 07, 2026
Vukani
Women uplift young mothers' lives
An old Sotho idiom, mmangwana o tshwara thipa ka bogaleng, speaks powerfully to the women of Mfuleni and Blue Downs and the work of Intyatyambo Yesizwe Teen Moms, an organisation dedicated to supporting young mothers.
2 mins
April 30, 2026
Listen
Translate
Change font size

